Igenesis 19:8 XHO75

8 Khanibone, ndineentombi ezimbini ezingazani nandoda; mandikhuphele zona kuni, nenze kuzo ngoko kulungileyo emehlweni enu. Ke kula madoda musani ukwenza nto, kuba angene ngenxa yoko emthunzini wophahla lwam.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 19

imbono Igenesis 19:8 kwimeko