Igenesis 20:7 XHO75

7 Ngoko mbuyise umfazi wale ndoda, ngokuba ingumprofeti; yókuthandazela ukuba uphile; ukuba uthe akwambuyisa, yazi ukuba ùya kufa, wena nabo bonke onabo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 20

imbono Igenesis 20:7 kwimeko