Igenesis 20:9 XHO75

9 UAbhimeleki wambiza uAbraham, wathi kuye, Yintoni na le nto uyenzileyo kuthi? Ndikoné ngantoni na, ukuba undizisele mna nobukumkani bam isono esingaka? Wenzé kum izenzo ezingezakwenziwa.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 20

imbono Igenesis 20:9 kwimeko