Igenesis 21:12 XHO75

12 Wathi uThixo kuAbraham, Malingabi libi emehlweni akho ngenxa yenkwenkwe, nangenxa yomkhonzazana wakho. Entweni yonke ayithethileyo uSara kuwe, phulaphula izwi lakhe, ngokuba iya kuba ngoIsake lo imbewu kuwe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 21

imbono Igenesis 21:12 kwimeko