Igenesis 21:16 XHO75

16 Waya wahlala phantsi malunga nayo, umgama ongangowokutola ngotolo; kuba wathi, Mandingakuboni ukufa kwenkwenkwe. Wahlala phantsi malunga nayo ke, waphakamisa izwi lakhe, walila.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 21

imbono Igenesis 21:16 kwimeko