Igenesis 21:19 XHO75

19 UThixo wawavula amehlo akhe, wabona iqula lamanzi; waya wayizalisa intsuba ngamanzi, wayiseza inkwenkwe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 21

imbono Igenesis 21:19 kwimeko