Igenesis 22:3 XHO75

3 Wavuka uAbraham kusasa, walibopha iesile lakhe, wathabatha amabini kumadodana akhe, noIsake unyana wakhe, wacanda iinkuni zedini elinyukayo, wesuka waya endaweni abemxelele yona uThixo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 22

imbono Igenesis 22:3 kwimeko