Igenesis 22:9 XHO75

9 Bafika endaweni abemxelele yona uThixo, wákha khona uAbraham isibingelelo, wazicwangcisa iinkuni, wambopha uIsake unyana wakhe, wambeka esibingelelweni phezu kweenkuni.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 22

imbono Igenesis 22:9 kwimeko