Igenesis 23:4 XHO75

4 wathetha koonyana bakaHeti, esithi, Ndingumphambukeli, ndilundwendwe kuni; ndinikeni ndibe nendawo yam yokungcwaba phakathi kwenu, ukuze ndimngcwabe umfikazi, angabikho phambi kwam.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 23

imbono Igenesis 23:4 kwimeko