Igenesis 23:6 XHO75

6 Ùsisikhulu sakwaThixo phakathi kwethu; kwelona linyulekayo kumangcwaba ethu, mngcwabe umfikazi lowo; akukho bani kuthi uya kwala nengcwaba lakhe, ukuba ungamngcwabi umfikazi lowo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 23

imbono Igenesis 23:6 kwimeko