Igenesis 24:15 XHO75

15 Kwathi, ingekagqibi ukuthetha, gqi uRebheka esiza, lowo wazalwayo nguBhetuweli, unyana kaMilka, umkaNahore, umninawa ka-Abraham, enomphanda wakhe egxalabeni lakhe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 24

imbono Igenesis 24:15 kwimeko