32 Yangena indoda leyo endlwini, wazikhulula iinkamela zayo; iinkamela wazinika umququ neendiza, wayinika amanzi okuhlamba iinyawo zayo, neenyawo zamadoda abenayo.
funda isahluko epheleleyo Igenesis 24
imbono Igenesis 24:32 kwimeko