Igenesis 24:7 XHO75

7 UYehova, uThixo wamazulu, owandithabathayo endlwini kabawo, ezweni lokuzalwa kwam, owathethayo kum, owandifungelayo esithi, Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe, yena wosithuma isithunywa sakhe phambi kwakho, umzekele umfazi unyana wam khona.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 24

imbono Igenesis 24:7 kwimeko