Igenesis 26:7 XHO75

7 Abuza amadoda aloo ndawo ngomkakhe. Wathi, Ngudade wethu; kuba ebesoyika ukuthi, Ngumkam; hleze ambulale amadoda ale ndawo ngenxa kaRebheka, ngokuba ebemhle imbonakalo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 26

imbono Igenesis 26:7 kwimeko