Igenesis 27:1 XHO75

1 Kwathi, akwaluphala uIsake, amehlo akhe enorhatyazo ukuba angaboni, wambiza uEsawu, unyana wakhe omkhulu, wathi kuye, Nyana wam. Wathi yena kuye, Ndilapha.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:1 kwimeko