Igenesis 27:23 XHO75

23 Àkamnakana ke, kube izandla zakhe zaba noboya, njengezandla zikaEsawu umkhuluwa wakhe; wamsikelela ke.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:23 kwimeko