Igenesis 27:25 XHO75

25 Wathi yena, Ndinguye. Wathi, Sondeza kum ndidle inyamakazi yonyana wam, ukuze umphefumlo wam ukusikelele. Wayisondeza kuye, wadla, wamzisela newayini, wasela.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:25 kwimeko