Igenesis 27:31 XHO75

31 Naye wenza ukudla okunencasa, wazisa kuyise, wathi kuyise, Makavuke ubawo adle inyamakazi yonyana wakhe, ukuze umphefumlo wakho undisikelele.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:31 kwimeko