Igenesis 27:37 XHO75

37 Waphendula uIsake, wathi kuEsawu, Yabona, ndimmisile waba yinkosi yakho, nabo bonke abazalwana bakhe ndibaniké yena, baba ngabakhonzi; ndamxhasa ngengqolowa nangewayini entsha. Yintoni na kaloku endingakwenzela yona, nyana wam?

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:37 kwimeko