Igenesis 27:42 XHO75

42 Wawaxelelwa uRebheka amazwi kaEsawu, unyana wakhe omkhulu, wathumela, wambiza uYakobi, unyana wakhe omnci, wathi kuye, Yabona, uEsawu, umkhuluwa wakho, uzithuthuzela ngawe ngokukubulala.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 27

imbono Igenesis 27:42 kwimeko