Igenesis 28:11 XHO75

11 Wathi qatha ndaweni ithile, walala khona, kuba belitshonile ilanga. Wathabatha kumatye aloo ndawo, wabeka phantsi kwentloko yakhe, walala kuloo ndawo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 28

imbono Igenesis 28:11 kwimeko