Igenesis 28:16 XHO75

16 Wavuka uYakobi ebuthongweni bakhe, wathi, Kunjenje ke, uYehova ukho kule ndawo, kanti mna bendingazi.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 28

imbono Igenesis 28:16 kwimeko