Igenesis 28:9 XHO75

9 wasuka waya uEsawu kuIshmayeli, wazeka uMahalati, intombi kaIshmayeli, unyana ka-Abraham, udade boNebhayoti, phezu kwabafazi bakhe, wangumkakhe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 28

imbono Igenesis 28:9 kwimeko