Igenesis 29:13 XHO75

13 Wagidima yena waxelela uyise. Kwathi, uLabhan akuluva udaba lukaYakobi, unyana wodade wabo, wagidima waya kumkhawulela, wamwola, wamanga, wamngenisa endlwini yakhe. Yena wambalisela uLabhan ngezo ndawo zonke.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 29

imbono Igenesis 29:13 kwimeko