Igenesis 29:25 XHO75

25 Kwathi kusasa, kwabonakala inguLeya. Wathi kuLabhan, Yintoni na le nto uyenzileyo kum? Andikukhonzé ngenxa kaRakeli na? Yini na ukuba undikhohlise?

funda isahluko epheleleyo Igenesis 29

imbono Igenesis 29:25 kwimeko