Igenesis 3:11 XHO75

11 Wathi, Ùxelelwe ngubani na, ukuba uhamba zé? Udlile na kuwo umthi, endakuwisela umthetho ngawo, ndathi, Uze ungadli kuwo?

funda isahluko epheleleyo Igenesis 3

imbono Igenesis 3:11 kwimeko