Igenesis 3:15 XHO75

15 Ndiya kumisa ubutshaba phakathi kwakho nomfazi, naphakathi kwembewu yakho nembewu yakhe; yona iya kukutyumza intloko, wena uya kuyityumza isithende.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 3

imbono Igenesis 3:15 kwimeko