19 Ùya kudla ukudla kokubila kobuso bakho, ude ubuyele emhlabeni, kuba uthatyathwe kuwo; ngokuba ùluthuli, ùya kubuyela kwaseluthulini.
funda isahluko epheleleyo Igenesis 3
imbono Igenesis 3:19 kwimeko