Igenesis 30:14 XHO75

14 Waya uRubhen ngemihla yovuno lwengqolowa, wafumana amathuma endle, wawazisa kuLeya unina. Wathi uRakeli kuLeya, Khawundiphe emathumeni onyana wakho lawo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 30

imbono Igenesis 30:14 kwimeko