Igenesis 30:16 XHO75

16 Wafika uYakobi evela ezindle ngokuhlwa, waphuma uLeya esiya kumkhawulela, wathi, Uze undingene, kuba ndikuqeshile ngamathuma onyana wam. Walala ke naye ngobo busuku.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 30

imbono Igenesis 30:16 kwimeko