Igenesis 30:40 XHO75

40 Wawahlula uYakobi amatakane lawo, wabukhangelisa ubuso bempahla emfutshane malunga nenemizila, nemnyama, yonke empahleni emfutshane kaLabhan; wayibeka yodwa eyakhe imihlambi, akayibeka empahleni emfutshane kaLabhan.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 30

imbono Igenesis 30:40 kwimeko