Igenesis 31:43 XHO75

43 ULabhan waphendula wathi kuYakobi, Iintombi ziintombi zam, oonyana ngoonyana bam, impahla emfutshane yimpahla yam, neento zonke ozibonayo zezam. Ndinakwenza ntoni na namhla ezintombini zam ezi, nakoonyana bazo ezibazeleyo?

funda isahluko epheleleyo Igenesis 31

imbono Igenesis 31:43 kwimeko