Igenesis 32:17 XHO75

17 Owokuqala wamwisela umthetho, wathi, Xa athe uEsawu umkhuluwa wam waqubisana nawe, wakúbuza ngokuthi, Ùngokabani na? Ùya phi na? Zezikabani na ezi zinto ziphambi kwakho? wòthi,

funda isahluko epheleleyo Igenesis 32

imbono Igenesis 32:17 kwimeko