Igenesis 33:15 XHO75

15 Wathi uEsawu, Makhe ndiyishiye kuwe inxenye yabantu abanam. Wathi yena, Ngani na? Mandibabalwe emehlweni enkosi yam.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 33

imbono Igenesis 33:15 kwimeko