Igenesis 33:18 XHO75

18 Wafika uYakobi enoxolo emzini kaShekem, osezweni lakwaKanan, ekuveleni kwakhe ePadan-aram; wamisa iintente phambi komzi.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 33

imbono Igenesis 33:18 kwimeko