Igenesis 33:5 XHO75

5 Wawaphakamisa amehlo akhe, wababona abafazi nabantwana, wathi, Ngoobani na aba banawe? Wathi yena, Ngabantwana, athe uThixo wabababala umkhonzi wakho.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 33

imbono Igenesis 33:5 kwimeko