Igenesis 34:24 XHO75

24 Bamphulaphula ke uHamore noShekem unyana wakhe, bonke abaphuma ngesango lomzi wabo. Yalùswa yonke into eyindoda, bonke abaphuma ngesango lomzi wabo.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 34

imbono Igenesis 34:24 kwimeko