Igenesis 35:10 XHO75

10 Wathi uThixo kuye, Igama lakho nguYakobi; akuyi kuba sathiwa igama lakho nguYakobi, kuya kuthiwa igama lakho nguSirayeli; wamthiya ke igama elinguSirayeli.*

funda isahluko epheleleyo Igenesis 35

imbono Igenesis 35:10 kwimeko