Igenesis 35:26 XHO75

26 Oonyana bakaZilipa, umkhonzazana kaLeya, nguGadi noAshere. Ngabo abo oonyana bakaYakobi, awabazalelwa ePadan-aram.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 35

imbono Igenesis 35:26 kwimeko