Igenesis 36:13 XHO75

13 ngabo abo oonyana baka-Ada, umkaEsawu. Ngabo aba oonyana bakaRehuweli: uNahati, noZera, noShama, noMiza. Ngabo abo oonyana bakaBhasemati, umkaEsawu.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 36

imbono Igenesis 36:13 kwimeko