Igenesis 36:35 XHO75

35 Wafa uHusham, wathi uHadadi, unyana kaBhedadi, owawatshabalalisayo amaMidiyan emhlabeni wamaMowabhi, walawula esikhundleni sakhe; igama lomzi wakhe yiAviti.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 36

imbono Igenesis 36:35 kwimeko