Igenesis 37:35 XHO75

35 Besuka bonke oonyana bakhe, nazo zonke iintombi zakhe, beza kumthuthuzela; akavuma kuthuthuzelwa, wathi, Ndiya kuhla ndiye kunyana wam kwelabafileyo, ndisenza isijwili. Uyise wamlilela ke.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 37

imbono Igenesis 37:35 kwimeko