Igenesis 38:16 XHO75

16 Wathi gu bucala, waya kuye endleleni, wathi, Khawuze, ndikungene; kuba ubengazi ukuba ngumolokazana wakhe. Wathi, Wòndinika ntoni na, ukuze ndikuvumele ukuba undingene?

funda isahluko epheleleyo Igenesis 38

imbono Igenesis 38:16 kwimeko