Igenesis 38:18 XHO75

18 Wathi, Ndíkunike sibambiso sini na? Wathi yena, Umsesane wakho, nesidanga sakho, nomsimelelo wakho osesandleni sakho. Wamnika ke, wamngena, wamitha yena ngaye.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 38

imbono Igenesis 38:18 kwimeko