Igenesis 38:24 XHO75

24 Kwathi, emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa, UTamare, umolokazana wakho, uhenyuzile; kananjalo, yabona, umithi ngokuhenyuza oko. UYuda wathi, Mkhupheni atshiswe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 38

imbono Igenesis 38:24 kwimeko