Igenesis 38:29 XHO75

29 Kuthe ke, lakusibuyisa isandla salo, nanko kuphuma umzalwana walo. Wathi, Yini na ukuba uzityhobozele? Wathiywa ke igama lokuba nguPeretse.*

funda isahluko epheleleyo Igenesis 38

imbono Igenesis 38:29 kwimeko