Igenesis 4:15 XHO75

15 Wathi uYehova kuye, Xa kunjalo, bonke ababulala uKayin kophindezelwa kubo kasixhenxe. UYehova wammisela uKayin umqondiso, ukuze bonke abamfumanayo bangamsiki.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 4

imbono Igenesis 4:15 kwimeko