Igenesis 4:17 XHO75

17 UKayin wamazi umkakhe, wamitha, wazala uEnoki. Wákha umzi, wawuthiya loo mzi ngegama lonyana wakhe uEnoki.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 4

imbono Igenesis 4:17 kwimeko