Igenesis 40:1 XHO75

1 Kwathi emveni kwezi zinto, umngcamli wokumkani waseYiputa, nomoji wezonka zakhe, bayona inkosi yabo, ukumkani waseYiputa.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 40

imbono Igenesis 40:1 kwimeko