Igenesis 40:20 XHO75

20 Kwathi ngomhla wasithathu, umhla wokuzalwa kukaFaro, wabenzela isidlo bonke abakhonzi bakhe, wayiphakamisa intloko yomphathi wabangcamli, nentloko yomphathi waboji bezonka phakathi kwabakhonzi bakhe.

funda isahluko epheleleyo Igenesis 40

imbono Igenesis 40:20 kwimeko